Amanda Black - Buyela Kum LRC Lyrics Download

by Guest
/
7 years ago
/

1613 - Amanda Black - Buyela Kum.lrc [05:06]

Copy
Download

Lrc Buyela Kum by Amanda Black

[id: ooimybgs]
[ar: Amanda Black]
[ti: Buyela Kum]
[al: Amazulu]
[length: 05:06]

[00:08.51] Mmhm
[00:15.57] Andikwaz'ukulala ndicingana nawe
[00:21.50] Uzobuya nini?
[00:24.25] I need to hear your voice eb'suku nemini
[00:30.14] Baby waam'! Ndithanda wena wedwa 'theni ungafun'uk'thanda mina ndedwa
[00:38.16] I need to feel you close to me cause I can't breathe without you
[00:46.57] Sthandwa sam' bambo lwam' why ungenza so 'theni undenza so Ndifun'ukuhlala ndingowakho
[01:01.67] Ooh sthandwa sam bambo lami why undenza so then'undenza so oh ndifun'ukuhlala ndingowakhoooo
[01:18.64] Buyela kum'
[01:21.07] Buyela kum' sthandwaa
[01:26.17] Ntliziyo yam'ifuna wenaa
[01:33.78] Ooh noma awundithandi ndizokuthanda
[01:42.13] Kuze kuyovalwa wena lovey waam'
[01:52.03] Time and time again nditshona ndikhubeka andimfun' omunye ngaphandle kwakho
[02:06.48] Kodwa ngyahluleka wen'uyabaleka
[02:10.36] You dont love me like I love you baby baby
[02:15.12] Mna ndifuna wena
[02:18.07] Wen'ufunomunye...
[02:22.32] Sthandwa sam' bambo lwam' why ungenza so 'theni undenza so Ndifun'ukuhlala ndingowakho
[02:37.56] Ooh sthandwa sam bambo lami why undenza so then'undenza so oh ndifun'ukuhlala ndingowakhoooo
[02:54.80] Why you makin' me so crazy
[03:29.07] Wen' uyangphambanisa hlal'ungphazamisa
[03:33.43] Udlala ngenhliziyo yam'
[03:37.36] Tell me what I gotta do
[03:40.36] 'Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu
[03:43.31] Why you makin' me so crazy
[03:45.39] Wen' uyangphambanisa hlal'ungphazamisa
[03:47.53] Udlala ngenhliziyo yam'
[03:52.92] Tell me what I gotta do
[04:09.67] 'Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu
[04:10.92]

Views1
Downloads0

Hide sitemap